Thandwa Ndim Letra

Amanda Black

Power

Letra de Thandwa Ndim
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?

Nank'uNomathemba uyakhathala
Uth'akazazi uzothini nangoku
Hak'zazi mmm akazazi
Mphefumlo wam uzophelela kuphi
Andisakwazi nothetha ndizothetha nobani
Ndizothetha nobani ndithi

Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?

Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim
Uzothandwa,uzothandwa
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa, ndim, uzothandwa ndim
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa, ndim, uzothandwa ndim, yeah

Abangani bayandixwayisa
Ndiyamthanda Ndiyamthanda
He says it's my fault maybe ndim
He was never like this I need him
I need him, I need him
I Need him, I need him

He says it's my fault maybe ndim
He was never like this I need him

Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda?

Ndizo thandwa ngubani? Oh!
Uzothandwa dim, uzothandwa ndim
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim
Uzothandwa, uzothandwa
Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim