Amanda Black

Thandwa Ndim
Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Nank'uNomathemba uyakhathala Uth'akazazi uzothini nangoku Hak'zazi mmm akazazi Mphefumlo wam uzophelela kuphi Andisakwazi nothetha ndizothetha nobani Ndizothetha nobani ndithi Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim Uzothandwa,uzothandwa Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa, ndim, uzothandwa ndim Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa, ndim, uzothandwa ndim, yeah Letras de cancionesAbangani bayandixwayisa Ndiyamthanda Ndiyamthanda He says it's my fault maybe ndim He was never like this I need him I need him, I need him I Need him, I need him He says it's my fault maybe ndim He was never like this I need him Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani mna, xandishiya lendoda? Ndizo thandwa ngubani? Oh! Uzothandwa dim, uzothandwa ndim Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim Uzothandwa, uzothandwa Uzothandwa ndim, uzothandwa ndim From Letras Mania