Ringo Madlingozi

Tsho Tsho
Chorus: Tshotsho mama Tshotsho mama Tshotsho mama Ndikhethiwe kuwe Ubuhle bentombi zonke Zonk'emhlabeni Nditsho negqongo nokumila Abathathi nto kuwe Ubuhle bentombi zonke Zonke zalomhlaba Nditsho nengqondo Nokuhamba Abathathinto kuwe Eh! Xhosa Bridge : Ubuhle bakho ntombi Amehlo akho sithandwa sami (Yiloo nto) Ndikuthanda kangaka (Yiloo nto) Ndikuthanda kangaka (Ngenhliziyo yami yonke) Uthando lwakho ntombi Ukumila kwakho nunu wam Ndikufela kangaka Ndikufela kangaka (Ubomi bami bonke) Chorus Letras de canciones Amazwi entombi zonke Zonke ek'hlaleni Nditsho negqondo nokujonga Abathathi nto kuwe Ubuhle bentombi zonke Zonke aph'emzantsi Nditsho nengqondo nokumila Khawubuke Shangaan Bridge: Kusaseka kawena nwana Mahlo yawena murhandziwa wanga (hisona) Shwi endzaka ndzikurhandza (hisona) Shwi endzaka ndzikurhandza Rhirhandzo rawena ntombi Kuhimeka kawena nwana (shwilo hini) Ndzikufela songasi (shwilo yini) Ndzikufela songasi Butomi bzamina hinkwabzo Repeat Chorus End chorus: Tshotsho mama x3 Ndzikufela songasi Tshotsho mama x3 Ndikuthanda kangaka (ngenhliziyo yami yonke) Tshotsho mama x3 (uthi k'theni) Ndikufela kangaka Tshotsho mama x3 (hisona) Shwi endzaka ndzikurhandza Rhirhandzo rawena ntombi kuhimeka kawena nwana (shwilo yini) Ndzikufela songasi Ndzikufela songasi © Ringo Madlingozi From Letras Mania