Ringo Madlingozi

Buyisa
Chorus Buyisa uthando lwami dali buyisa Khawuleza Aw ntombazana Amehlo akho Asandibulala Nguwe wedwa Buyisa uthando lwami dali buyisa Khawuleza Aw ntombazana ungqumo lwakho Lusandibulala (Kunjalo) Nguwe wedwa Noba sendiphi na Noba ndenzantoni na Noba sekutheni na Ewe ndibona wena wedwa Noba sendiphi na Noba ndenzantoni na Noba sekytheni na Ewe ndibona wena wedwa Chorus x2 Noba lixesh'elide kangakanani na Letras de cancionesAkunamsebenzi akunamsebenzi Noba bangathini na Ewe ndithanda wena wedwa Noba lixesh'elide kangakanani na Noma bangathini na Akunamsebenzi ay akunamsebenzi Ndibona wena wedwa Chorus x2 Dali wami Sithandwa sami Dali wami Dali wami sithandwa sami Dali wami Uuu ooooh Uuu ooooh nguwe wedwa © Ringo Madlingozi From Letras Mania